noko wakwenzayo empini yamaYiputa, emahasheni ayo, nasezingqwelweni zayo zokulwa; oko wahambisa amanzi oLwandle oluBomvu* phezu kwayo, ekunisukeleni kwayo, wayicima uYehova unanamhla;