Kùde nezwi lababi bamaxhoba, apho kukhiwa khona amanzi,Khona apho bobonga imisebenzi kaYehova yobulungisa,Imisebenzi yobulungisa awayenza emaphandleni akhe kwaSirayeli;Oko behla abantu bakaYehova, baya emasangweni.