Wavutha ke umsindo kaYehova kumaSirayeli, wathengisa ngawo, wawanikela esandleni sikaKushanrishatayim, ukumkani wakwa-Aram* phakathi kweMilambo;* bamkhonza ke oonyana bakaSirayeli uKushan-rishatayim iminyaka esibhozo.