UEhude wazenzela ikrele elintlangothi mbini, liyikubhite* ubude balo, walinxiba phantsi kwengubo yakhe ethangéni lakhe lokunene.