Ngoku wena ulunge ngaphezu koBhalaki unyana kaTsipore, ukumkani wakwaMowabhi, yini na? Wákha wabambana nokubambana na yena namaSirayeli, wakha walwa nokulwa na yena nawo?