Nina zintaba zaseGilibhowa,Makungaze kubekho mbethe, makungaze kubekho mvula kuni, namasimi emirhumo;Ngokuba khona kwangcola iingweletshetshe zamagorha,Ingweletshetshe kaSawule, wanga waye engathanjiswanga ngeoli.