Wabuya wazakha izigànga, awayezidilizile uHezekiya uyise, wammisela uBhahali* izibingelelo, wenza ooAshera,* njengoko wenzayo uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli, waqubuda kumkhosi wonke wezulu, wawukhonza.