UHiram wathumela kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa, nabakhonzi ababelwazi ulwandle; baya kunye nabakhonzi bakaSolomon eOfire, bathabatha khona amakhulu amané anamanci mahlanu eetalente* zegolide, bayizisa kukumkani uSolomon.