UAhazi ubeminyaka imashumi mabini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamithandathu engukumkani eYerusalem.Àkakwenza okuthe tye emehlweni kaYehova njengoDavide uyise;