Wema uYehoshafati ebandleni lakwaYuda nelaseYerusalem, endlwini kaYehova, phambi kwentendelezo entsha, wathi, Yehova, Thixo woobawo, asinguwe na onguThixo emazulwini?