Wavutha ke umsindo kaSawule kuYonatan, wathi kuye, Nyana wegwenxakazi eligwilikileyo, andazi yini na ukuba unyana kaYese ùmnyulele ukuba abe lihlazo lakho, nehlazo lobuze bonyoko?