Ke andiyi kunqumla mntu wonke wakwakho esibingelelweni sam, ukuze amehlo akho aphele, nomphefumlo wakho uthè; kufè kungamadoda konke ukwanda kwendlu yakho.