Wenza iingqwelwana zalishumi ngobhedu; baziikubhite eziné ubude benqwelwana inye, baziikubhite eziné ububanzi bayo, kwaziikubhite ezintathu ukuphakama kwayo.