Loo ndlu ukumkani uSolomon wamakhelayo uYehova ibiziikubite* ezimashumi mathandathu ubude bayo, iziikubhite ezimashumi mabini ububanzi bayo, iziikubhite ezimashumi mathathu ukuphakama kwayo.