Ke ukumkani wakwa-Aram wabawisela umthetho abathetheli bakhe beenqwelo zokulwa abamashumi mathathu anababini, wathi, Ize ningalwi nomncinane nomkhulu; yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.