Wenyuka ke uAhabhi, waya kudla, waya kusela.Ke uEliya wenyuka waya encotsheni yeKarmele, waqondela emhlabeni, wabufaka ubuso bakhe phakathi kwamadolo akhe.