UYehova uya kubetha kumaSirayeli, njengengcongolo izanyazanyiswa emanzini, áwanyothule amaSirayeli emhlabeni olungileyo, awawunika ooyise, awachithachithele phesheya koMlambo,* ngenxa enokuba enze ooAshera* bawo, amqumbisa uYehova;