Ingába ivela kwinkosi yam ukumkani na le nto, waza àkwabazísa abakhonzi bakho oya kuhlala etroneni yenkosi yam ukumkani emveni kwayo?