Ngokuba abaLevi abo, abaphathi abakhulu abané ababengabamasango, babephethe amagumbi nobuncwane bendlu kaThixo benyanisile.