Wasiqwalasela enoloyiko, wathi: “Yintoni, Nkosi?”Saphendula sathi: “UThixo uyamkele imithandazo nemisebenzi yakho yesisa; akazange wakulibala.