Ngenye injika-langa kwisithuba sentsimbi yesithathu, waba nombono, wasibona ngokucacileyo isithunywa sikaThixo singena sisithi kuye: “Korneli!”