Kodwa ke kulo mbingeleli unguYesu kwenziwa isifungo, njengoko zisithi iziBhalo:“Ifungile iNkosi, futhi ayiyi kujika:‘Ungumbingeleli ngonaphakade.’ ”