Kaloku zinyanisekile, zilungile izigqibo zakhe. Eli henyukazi ebelifudula lidyobha ihlabathi ngoluchwe lokurheletya uligwebile. Ulohlwayile ngenxa yokuphalala kwegazi lezicaka zakhe.”