Kodwa ke, zihlobo zam, akulahlwa mbeleko ngakufelwa! Ngoko ke wakhumbuleni amazwi enawaxelelwa ngabathunywa beNkosi yethu uYesu Krestu.