bedumile nangemisebenzi emihle: ingqeqesho ebantwaneni, ukuphatha kakuhle iindwendwe emizini yabo, ukuhlamba iinyawo zabantu bakaThixo, ukuvelana nabasezingxakini, nokuzimanya kwiindidi ngeendidi zemisebenzi emihle.