Inkulu ngokungenambaliso imfihlelo yonqulo lwethu. Kaloku uKrestu Yesu:Wavela ngesimo sobuntuwaza wangqinelwa nguMoya,wabonwa zizithunywa zezulu.Washunyayelwa ezizweni,wamkelwa lihlabathi,waza wawongwa ezulwini.