Bendisithi iJerusalem iya kundoyika,ikwamkele ukululekwa,nendawo yokuhlala kwayo inganqanyulwa,nditsho konke endayibonelela ngako.Kambe ke basuka baxhinela phambilibesenza loo mikhuba yabo mibi.