“Amasalela kaSirayeli soze anxaxhe.Akasayi kuthetha buxoki,kungàfunyanwa nankohliso emilonyeni yabo.Aya kutya angqengqe,kungabikho bani unokuwoyikisa.”