Bonke ke boba ngamagorha,utshaba balunyhashe ezitalatweni ezinodaka.Baya kulwa ngobukroti, kuba uNdikhoyo ungakubo,bawatsho adane amajoni akhwele amahashe.