Bafumba amatye phezu kwakhe – aselapho unanamhla. Yathiywa njalo ke loo ndawo, kwathiwa yintili yeAkore.Yathomalala ke nengqumbo kaNdikhoyo.