39. Ezo zixeko kunye nezo lali zazikummandla owabelwa izindlu zesizwe sakwaNafetali zaba lilifa lazo.
40. Ngesesixhenxe isihlandlo *iqashiso laphumela isizwe sakwaDan ngokwezindlu zaso.
41. Ummandla waso wawuquka iZora, iEshtawoli, i-Ire-shemeshe,
42. kunye neShalabhim, iAyalon, i-Itela,
43. iElon, neTimnata, kunye ne-Ekron,