Ubunzima bazo bebuya kudlula nakobentlabathi yaselwandle;ewe, yiyo loo nto amazwi am asuke aba rhabaxa.