Kuba mna andiboyiki abantu,andithi cwaka okanye ndizivalele endlwini,kuba ndisoyika ukunyenjwa zizalamane.