“Wabathi jize ngoMoya wakho olungileyo,Moya lowo wabafundisayo ke.Akubavimbanga ukutya okuyimana;suka wabanika amanzi bakunxanwa.