33. amadoda enye iNebho
52
34. amadoda enye iElam
1 254
35. amadoda aseHarim
320
36. amadoda aseJeriko
345
37. amadoda aseLodi naseHadide naseOno
721
38. amadoda aseSena
3 930
39. Nalu uludwe lwababingeleli ababuyileyo ekuthinjweni:
inzala kaYedaya wendlu kaYeshuwa
973
40. inzala kaImere
1 052