10. inzala ka-Ara
652
11. inzala kaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi
2 818
12. inzala kaElam
1 254
13. inzala kaZatu
845
14. inzala kaZakayi
760
15. inzala kaBhinuwi
648
16. inzala kaBhebhayi
628
17. inzala ka-Azegadi
2 322
18. inzala ka-Adonikam
667
19. inzala kaBhigwayi
2 067