Ngubani lo uvela ngasentlango,uqhogene nesithandwa sakhe?Ndakuvusa phantsi kom-apile,apho wakhawulwa khona ngunozala wakho,apho waba nenimba khona owakuzalayo.