Ngaloo mini baya kufika bevela eAsiriya nakwizixeko zaseJiputa,bethabathela eJiputa, bade baye kutsho kumlambo iEfrati,bephuma elwandle, bee xhaxhe ngolunye ulwandle,bethabathela entabeni, baye kuthi gaa ngenye intaba.