nto leyo ihla ngenxa yobugwenxa bukaYakobi;ewe, le nto ingenxa yesono sendlu kaSirayeli.Bubugwenxa buni obu bukaYakobi? AsingoSamariya na?Yiyiphi indawo ephakamileyo yokukhonza *izithixo kwaJuda? AsiyoJerusalem na?