Uya kunyathela iintaba zitsho zinyibilike,zibe ngathi ngumthwebeba emlilweni.Uya kunyathela iintili zitsho zimke,kube ngathi kuhl' iimpuphuma zamanzi ethambekeni –