Ngaba, Ndikhoyo, emntwini akukhangeli ntembeko na?Wabohlwaya, abeva noko.Wababetha kabuhlungu bayimangala ingqeqesho.Bayinyengane ngeenkani; abavumi kuguquka.