Uvuyo nolonwabo lumkile kumasimi nezitiya zeziqhamo zakwaMowabi,newayini ndiyinqamle esixovulelweni.Akusavakali nantswahla yabaxovuli;naxa kukho intswahla asiyontswahla yamivuyo.