Luphele nya udumo lwakwaMowabhi.EHeshbhon baceba ububi ngoMowabhi,bathi: ‘Yizani simphanzise, angabi saba luhlanga.’Nawe Mademena, uza kucinyw' igama;ikrele liza kukusukela.