Iwuu, maqela amahashe!Phuthumani, madod' akhwel' iinqwelo; phambili, magorhandini!Nditsho nina, maKushe namaPuti, nina baphethe amakhaka;nani, maLudi, nina bafohlele iintolo!