“Liveni ilizwi likaNdikhoyo, nina zintlanga;libhengezeni nakwiziqithi ezikude, nithi:‘Lowo wawachitha-chithayo amaSirayeli wobuya awaqokelele,awaluse oku komalusi elind' umhlambi.’