Inkokheli yabo yovela kwakubo,umlawuli aphume phakathi kwabo.Uya kuvela ngokubizwa ndim,asondele kufuphi nam,kungekho bani nje ungade asondele kum ndingambizanga.’Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.