“Kodwa wena into ojonge kuyo ngomxhelo wonkekukufumana inzuzo ngobuqhophololo,ngokugwinta abantu abangenatyala,nokucinezela abantu bakho ubacudisa.”