Intente yam ibhukuqiwe;sele kuqhawuke nezo ntambo zayo.Bemkile oonyana bam;akusekho namnye useleyo.Akukho nokuba abe mnye onokuvusa intente yam;akukho namnye wokuxhoma umkhusane.