Amayelenqe abo akancedi mntu;ewe, akambathwa njengengubo.Imisebenzi yabo ngamanyondololo;ngezandla zabo basebenza ububhoja.