Akukhangela akabonanga mncedi konke,suka wakhathazeka kwakungabikho mlamli.Ngoko ke suka waxhabasha ngamandla akhe asindisayo,ukuze azuze uloyiso ngobulungisa bakhe.